Title
eng I Bala Le Cricket (IMVO_1885-06-03-i023)
Found in Newspaper
Article Type
xho Sports Report
SubType of Article
eng Cricket
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-06-03
Identifier
eng IMVO_1885-06-03-i023
Word Count
eng 339
Print Page
eng IMVO-1885-06-03-p003
Page Spread
eng 3.3
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 3
Coder
eng Sipile Nqiyama
CHAMPIONS VS. CAPE INFANTRY. Sicelwa likaba leminye imizi ukuba sivakalise umdlalo lowa saka sawubika wenjengele zebola zakowetu i Champions na Majoni (Cape Infantry). Kungene I Champions kuqala ngo 11 kanye, ute umboneli okwaziyo ukudlala kwenjengele zakowetu zabonisa i ' batting' egqitiseleyo ngalomhla, ne ' fielding ' eqaqambe okunye. Nakuba izikora zekaba zibonakala zizincinane, sisibeka nxamnye esika Umvalo nesika Sidaia lonto ayixeli ukuba bafisa okwamaboni, kodwa ayimela ngobudoda ibola. Amajoni aqale ngo 2 p.m. Kude kwawa i wicket yesitandatu kucingelwa ukuba ziyakoyisa injengele kodwa, ukudlala ko Captain Dalgetty okupolileyo kulidanisile elitemba. Naso isikora: NATIVE CHAMPIONS. FIRST INNINGS. Zondani, b Baker Ngcumbe, b Baker Seti, b Featherstone Nozwane, b Featherstene Tshatshu, not out Sidaia, c Ellis, b Dalgetty ... Ganya, b Baker Soga, c Vizard, b Featherstone Umvalo, c and b Ellis Bovana, c Ellis, b Dalgetty ... Umhala, b Baker Extras Tota CAPE INFANTRY. FIRST INNINGS. Moxey, b Ngcumbe Maher, b Ngcumbe Hooker, c Sidaia, b Ngcumbe Featherstone, c Sidaia, b Ngcumbe Dalgetty, c Umhala, b Ngcumbe . Ellis, c Seti, b Ngcumbe Vizard, c Tshatshu, b Ngcumbe Baker, c Tshatshu, b Ngcumbe Challis, not out Downey, b Bovana Wakeley, b Ngcumbe Extras Total 6 4 2 0 4 16 ... 5 ... 40 ... 5 ... 5 ... 6 ... 94 . 2 . 8 . 5 26 . 28 . 4 . 8 . 24 . 26 . 0 . 3 . 14 148 PEELTON VS. NEWLANDS C. C. Ikaba lase Ncemera lidibene ngebola nelase Nxaruni ngo 25 May. Kungene kuqala i Nxaruni. I bowling ka Rev. W. Rubusana ne fielding yomhlambi wase Peelton ubete yangenelwa ngamanzi impi yase St. Lucre's. Waxatisa kamnandi u S. Mbaxa ngebati. Ingene i Ncemera idlale kakuhle. I fielding ye Nxaruni asiyencomekayo, kwi bowling kutshatshele u Mboni. Umdlalo utabate 41/2 hours. Nango PEELTON C. CLUB. FIRST INNINGS. SECOND INNINGS. Maki A. b E. Mboni Sibunu A. b ,, Vena E. b Makapela Maci H. b E. Mboni Hartland F. c Hawu ... _ . . Rubusana, b Makapela 4 b Malrasi S. b ' Sana Jennings, not out Nkenke, b E. Mboni ... Peinke F, b Makapela... Richard T. c Magabela Extras Total...