Title
eng Irisiti Zentlaulelo (IMVO_1885-06-03-i024)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
SubType of Article
eng Receipt
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-06-03
Identifier
eng IMVO_1885-06-03-i024
Word Count
eng 29
Print Page
eng IMVO-1885-06-03-p003
Page Spread
eng 3.3
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 3
Coder
eng Sipile Nqiyama
IRISITI ZENTLAULO. Abamnkeli beli pepa bayaziswa ukuba abanakutunyelwa irisiti (receipts) ngemali engapantsi kwe 10/. Ixesha abahlaulela lona boliqonda ngokulifumana nokungalifumani kwabo ipepa. Kuba kungatunyelwa mapepa ku- bantu abangahlaulanga kwa- ngapambili.