Title
eng Imvo Zabantsundu (IMVO_1885-06-03-i048)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
SubType of Article
eng Newspaper Payment
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-06-03
Identifier
eng IMVO_1885-06-03-i048
Word Count
eng 68
Print Page
eng IMVO-1885-06-03-p004
Page Spread
eng 4.5
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 5
Coder
eng Sipile Nqiyama
LIXESHA LOKUHLAULA. Kambe kule nyanga sili- ndele inkozo zenyanga ezi- qala ngo May 1, 1885. Oku kubekiswe kwababehlaulele ezintatu inyanga kupela. Amapepa angahlaulelweyo ayakubanjwa de ifike imali yokuwa kulula. Abamnkeli bayacelwa ukuba intlaulo yabo bayise ekupeleni ko September, 1885, ibe 5/. Abafuna ukuyisa ekupeleni konyaka bangahlaula 8/. Abantu abaqala ukulamnkela ipepa ekuqaleni kwalo nyaka bahlaulela inyanga ezintatu bayaziswa ukuba ixesha labo lipele ngo 31 March. Ingafiki imali yabo liyabanjwa ipepa