Title
eng Ukuba (IMVO_1885-06-24-i005)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Rozani, Phillip
SubType of Article
eng Lost Property
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-06-24
Identifier
eng IMVO_1885-06-24-i005
Word Count
eng 30
Print Page
eng IMVO-1885-06-24-p001
Page Spread
eng 1.1
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 1
Coder
eng Sipile Nqiyama
UKUBA U ' Piet Qongqo ' wase Mnyolo ema Qwatini, akezi kuyikulula inqwelo yake (Buck-wagon) kwa Mayeza Myengeza emQonce iyakutengisa nge 18th July, ukubatala inxamleko. PHILIP ROZANI, Omele u Mayeza Myengeza.