Title
eng Kangela Apa (IMVO_1885-01-05_i010)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
xho Announcement
Author of Article
eng Mr Steinmetz
SubType of Article
eng Business
eng Clothes
eng Food
Language
Locations Mentioned
eng Jaggersfontein
Newspaper Code
eng IMVO_1885-01-05
Identifier
eng IMVO_1885-01-05_i010
Word Count
eng 81
Print Page
eng IMVO_1885-01-05_p001
Page Spread
eng 1.3
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 3
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
Umhlobo wenu u Mrs. STEINMETZ, JAGERSFONTEIN, O.F.S. Ovenkile ipambi kwe Kantoor, uyazisa ukuba ivenkile yake usandukuyilungisa wayandisa. Ininzi impahla entsha efikileyo. Yonke impahla yalevenkile ngoku ihlisiwe emananini. Yiyona venkile itengelayo e-Jagersfontein. Inempahla zentlobo zonke zamadoda nomankazana. Ngena ngapakati uzibonele. IBULUKWE zokusebenza nezokavata ziyalala. Ibatyi, Ihempe, Iminqwazi, Imibalo, kunye nezihlangu, &c. Intlobo zonke zokutya ziko. Iswekile nekofu elungileyo. Umbona, Namazimba. Kwindlu yokubaka kwe- nziwa intlobo zonke zezonka. Ozikook, Nesonka-Somtshato. Yiyona Bakhuis inezonka ezilungileyo. Kuko Nendlu ecokisekileyo yokudlela. Izixaso zifunyanwa amaxa onke. (Akutengiswa tywala). Qonda. — Impahla yalevenkile ilunge (i good koop) yonke.