Title
eng Kufunwa. (IMVO_1885-01-05_i020)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
xho Announcement
SubType of Article
eng Job Opportunities
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-01-05
Identifier
eng IMVO_1885-01-05_i020
Word Count
eng 33
Print Page
eng IMVO_1885-01-05_p002
Page Spread
eng 2.2
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 2
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
ITITSHALA entsundu. Kunqweneleke onesiqiniselo ngoviwo, opapamela into zonqulo pakati komzi ontsundu. Oyifunayo indawo leyo mabehle abalele ngokwake, atumele namapepa axela isimilo sange 'nx'engapambili ku Rev. R. W. Stumbles, S. Luke's Mission, Newlands, East London.