Title
eng Imvo Zabantsundu. (IMVO_1885-01-05_i022)
Found in Newspaper
Article Type
xho Amagosa
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-01-05
Identifier
eng IMVO_1885-01-05_i022
Word Count
eng 214
Print Page
eng IMVO_1885-01-05_p002
Page Spread
eng 2.2
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 2
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
AMAGOSA. Ukuze umsebenzi opatelele eku hanjisweni kwelipepa uhambe ngokukapu-kapu kumiswe amanene kwindawo ngendawo ukufeza imicimbi engalo endaweni nase gameni lomninilo. Indawo ezizintloko ezilindelweyo koli-Gosa zezi:— (а) Kukumela ilungelo yepepa ngokuzama bonke abanokulesa ukuba balamkele. (b) Kukukumbuza abamkeli ngazo zonke inyanga ezintatu ngentlaulo yepepa, eliyakuti i Gosa liyitumele kumpati-pepa e Qonce. (c) I Gosa kwakona lomela ukuvakalisa izikalazo zabantu bomandla walo ngento zonke ezipatelele ekuhanjisweni kwepepa. N.B. Akunakumiswa bani ekubeni li-Gosa kwindawo engenabo abamkeli abalishumi bagoselweyo. Amagosa endawo ngendawo okwa namhla: — Alice Mr. Mfawe N. Galela Alicedale Mr. Stephen Nikelo Barkly East Adams Mpinda Beaconsfield Mr. Jonas Msikinya Burnshill James Figilan Cala 'P. Mtyoba Dordrecht Mr. James Maqubela Fort Beaufort 'S. B Msutwana Fort Peddie— Tyityaba.. 'Thomas Mnqanda Bura Rev. Boyce Mama Kimberley Mr. M. M. Kosani Herschel 'K. Kayo Kwa-Manxeba.. …. Joel M. Gundwana Jagersfontein Mr. Chas Z. Ntozini Jansenville 'S. Ndubela Kamastone ......... ' Chas Tukwayo Peelton 'W. B. Rubusana Port Elizabeth } 'John S. Adams 'Paul Xiniwe 'Rev. S. Ntsiko ' D. Malgas Queen's Town………Mr. R. T. Nukuna Somerset East……'D.. K. Vandala St. Mark's……..'D. Dwanya Tarkastad.. .....'Isaac Motaung Abamkeli be-Mvo banokuhlaula reg uit Kwi-ofisi le ise Qonce, mhlaumbi kuma Gosa. Imali inokutunyelwa nge-zitamp zehalafu nemali yeposi mhlaumbi nge-tshek egameni lika J. TENGO-JABAVU. Indleko yokutumela imali yeposi neyokwanana itshek eBankeni ayinakumelwa siti. Otumela itshek makaleke nexabiso lokuyanana e-Bankeni.