Title
eng
Kangela Apa. (IMVO_1885-01-12_i010)
Found in Newspaper
Article Type
xho
Ad
Author of Article
eng
Mr Steinmetz
SubType of Article
eng
Clothes
Language
Locations Mentioned
eng
Jaggersfontein
Newspaper Code
eng
IMVO_1885-01-12
Identifier
eng
IMVO_1885-01-12_i010
Word Count
eng
80
Print Page
eng
IMVO_1885-01-12_p001
Page Spread
eng
1.3
Start Page of Article
eng
1
Print Column
eng
3
Coder
eng
Siphenkosi Hlangu
Umhlobo wenu u Mrs. STEINMETZ
JAGERSFONTEIN, O.F.S
Ovenkile ipambi kwe Kantoor, uyazisa ukuba ivenkile yake usandukuyilungisa wayandisa.
Ininzi impahla entsha efikileyo. Yonke impahla yalevenkile ngoku ihlisiwe emananini. Yiyona venkile itengelayo e-Jagersfontein. Inempahla zentlobo zonke zamadoda nomankazana. Ngena ngapakati uzibonele.
IBULUKWE zokusebenza nezokavata ziyalala.
Ibatyi, Ihempe, Iminqwazi, Imibalo, kunye nezihlangu, &c.
Intlobo zonke zokutya ziko.
Iswekile nekofu elungilevo. Umbona, Namazimba. Kwindlu yokubaka kwenziwa intlobo zonke zezonka. Ozikook, Nesonka-Somtshato. Yiyona Bakhuis inezonka ezilungileyo.
Kuko Nendlu ecokisekileyo yokudlela.
Izixaso zifunyanwa amaxa onke. (Akutengiswa tywala).
Qonda. - Impahla yalevenkile ilunge (i good koop) yonke.