Title
eng Izinto Ngezinto. (ISIG_1885-03-02_i003)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
Author of Article
eng Stewart, James.
Language
Locations Mentioned
eng Lovedale, Alice
Newspaper Code
eng ISIG_1885-03-02
Identifier
eng ISIG_1885-03-02_i003
Word Count
eng 94
Print Page
eng ISIG_1885-03-02_p001
Page Spread
eng 1.2
Start Page of Article
eng 1
Print Column
eng 2
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
Abaxasi be ' SIGIDIMI' bakunjuzwa ukuba le inyanga ingu March., 1885, ivala intlaulelo yabo bebete barola i 10s. ukubasa ku December, 1884, oko besisapuma kabini nge nyanga. Intlaulelo yaso ngo mnyaka ngoku sipuma kanye, ZISHELENI EZI- NTLANU, 5s., kupela. Inokutunyelwa nge zitampu, mhlaumbi nge Post Office Order, ngegama lika JAMES STEWART, Lovedale, Alice. ABAMKELI be Sigidimi balatiswa indawo yokuba amapepa (pages) e Sigidimi ayalandeliswa inyanga ngenyanga kuqalele ku January, 1885. Oko ke kwenzelwa ukuze ekupeleni konyaka knfakwe Isalatiso (index) sento ngento ekubalwe ngazo enyakeni, njengoko kuba njalo encwadini. Olumkileyo makazigcine ukuze azibope zibe yincwadi ekupeleni konyaka