Title
eng 'government Gazette.' (ISIG_1885-03-02_i015)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
xho Government Notice
Author of Article
eng Harris Pugh, C.C. & R.M.
SubType of Article
eng Government
Language
Locations Mentioned
eng Dikeni
Newspaper Code
eng ISIG_1885-03-02
Identifier
eng ISIG_1885-03-02_i015
Word Count
eng 90
Print Page
eng ISIG_1885-03-02_p008
Page Spread
eng 8.2
Start Page of Article
eng 8
Print Column
eng 2
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
'GOVERNMENT GAZETTE.' (PUBLISHED BY AUTHORITY.) ISAZISO SE MANTYI. E-DIKENI (VICTORIA EAST). URULUMENTE lendawo yalemali ininzi kangaka ingekarolwa, uyitukutezele kunene, le ke yamasimi neziza, kwesi sitili sase Victoria East. Abantu abanamasimi neziza, bayacelwa ukuba bayirole lemali xa sukuba ixa emiselwe ukurolwa ngalo lifikileyo. Izibonda zonke ezipete imizi ziyacelwa ukwenza yonke imigudu yokuba eso sitete nabantu baso, sibaqondisa ngawo lomteto wesi saziso. Lomali ke yomnyaka odluleyo 1884, siteta nje selifuneka, yaye ke nokuba sekuteni, ifuneka iroliwe yonke, pambi kwa 31 ka March lo walo nyaka sinawo, ukuze abantu bangasanyanishwa. HARRIS PUGH, C.C. & R.M. Kwi Ofisi ye Mantyi, E-Dikeni, Victoria East,