Title
eng Isaziso Sakwa Rulumente. (ISIG_1885-09-01_i018)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
xho Government Notice
Author of Article
eng Sprigg, Gordon J.
Language
Locations Mentioned
eng Cape Town
Date
19 June 1885
Newspaper Code
eng ISIG_1885-09-01
Identifier
eng ISIG_1885-09-01_i018
Word Count
eng 164
Print Page
eng ISIG_1885-09-01_p008
Page Spread
eng 8
Start Page of Article
eng 8
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
No. 672, 1885. Kwi Ofisi yo Mgcini Ndyebo, ye Koloni, yase Kapa, Cape of Good Hope, 19th Jane, 1885. MALI YE ZINDLU, KA 1885. WONKE ubani uyalatiswa ku Mteto, Act 20, we 1878, ekute ngawo bati bonke abantu aba nezindlu abalala kuzot bamelwa kukubatala lomali ibizwa ngulo mteto. Ke, ngalo Mteto, lomali yamelwa kukurolwa kwango suku lokuqala luka July, 1885, ize kuti ukuba ubani ugqitisile ngentsuku ezimashumi asitoba kolosuku, amelwe kukudliwa isheleni ezimbini ngapezulu (2s.) esel'eyakuti ke yombini lomali irolwe ngalanga nye. Kanjalo kucelwa wonk'ubani ukuba ajonge kwi siqendu sesitatu kwa salo Mteto (Section 8). Esiti, maze avele mhlope wonke umntu oti yena akamelwe kukurola lomali, kuba lute lufika olosuka lokuqala luka July, 1885, yaye indlu yake engekayaki, okunye engekalali kuyo kanjalo, kwisituba sentsuku ezimashumi asitoba pambi kolo suku, kuwo lonyaka; mhlaumbi ibingeko, okunye kube kungekalalwa kuyo. Abangatshoyo ke boyingenisa londawo kwi Mantyi zabo kwintsuku ezimashumi matandatu kusukela kusuku lokuqala luka July, 1885. Bokangela nakwisiqendu seshumi linesibozo (Section 18) esiti, bonke abangahlaulanga bayakuba netyala. J. GORDON SPRIGG, Umgcini-Ndyebo wale Koloni.