Title
eng Ezase Dayimani. (IMVO_1885-07-08_i033)
Found in Newspaper
Article Type
xho Officials
Language
Locations Mentioned
eng Kimberley
Date
1 July 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-07-08
Identifier
eng IMVO_1885-07-08_i033
Word Count
eng 405
Print Page
eng IMVO_1885-07-08_p003
Page Spread
eng 3.4
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 4
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
Kuko intwana eyaka yatiwa tupa ngo- mdlalo webola ngumbaleli otile we Mt. Wayelinganisela ngokuti kunganjanina kubeko umdlalo omkulu nokuba kuse Bayi nokuba kuse Rini nge Christmas ezayo. Lendawo siyikankanya kuba sibona ngati kuko abatile abafuna ukuyi- nandipa lendawo. Kodwa xa singaba sixela owetu umoya noluvo asiyiboni tina into engade ibangele ubani wase Dayimani ukuba ati qelele indlebe xa kuko ingcamango enjalo. Sinihiebele tina kaba lase Dayimani nilele, vukani! ngapandle kokuba nivuke msani ukusu- kelana nengcamango ezinjalo. Siti isite- to sase mlungwini :—Ukuba amabongo ebengamahashe kungakwela namangqi- ba. Ukutsho asitinteli amabongo angafezekayo. Sati ekwenzeni kwetu impawana ma- lungana nokuquba komsebenzi we Nkosi save silindele ukupepa izitrodo, ngenxa yokwazi umoya okoyo kuninzi Iwempi yakowetu. Wokuti ~ konke okwenziwa ngabo base sitiyeni se Nkosi ukuna kuposiseka. Asikuko nokuba siyabulela ukufumana ukuba lomoya apa e Dayima¬ni awuko kanye. Oko sikuugqine ngo- kwetu ngokufumana uninzi lufuna ukwa- zi lombaleli we Alvo uwazi kangakanana lomzi; sada safuna ukoyika ngati inxenye iyakuwuposa umpunga wombaleli wre Mvo. wokululeka ngapezu kokulinga uku¬fumana ityala. Ukunika abafundi bezimpawana ufifi Iwesimo salomzi siyakuke sitabate izikolo. I Rabe inezikolo ezibini e Kimberley; ku¬te ngokungaqubi kuhle kwezikolo umhlo- bo wetu omdala u Rev. E. Solomon we- nza i Committee yokupata izikolo ngolu¬hlobo :—R. M. Roberts, Esq. Chairman, Mr. J. Jeoffry Njoli, Secretary, Revs. Lloyd and Tyamzashe President and Vice-Presidents: members, Jas. Hay, Esq., A. McGregor, Esq., Roger, Esq., Evans, Esq., Mr. N. Lindie, Mr. Francis, Mr. C. Kumalo, no Mr. Preusent. Esisi- mo sezinto esamiswa ngu Rev. E. Solo¬mon ngexa owawungati umzi usele naye, u Rev. Tyamzashe esiya e Transvaak Engemnkanga u Rev. Tyamzashe ziqubi- le izinto kubonakele ititshala ingaxaseki, amalungu ama Ngesi ate wona omela amashumi omatatu eponti ngonyaka, axecita ingqaka. Ndim ENOCH J. LUSIBA. le u Rulumente, makaze amnyama ance- dise ngokuhlanganis? imali kubazali. Yaqala impi yakowetu ngokungezi ezi- ntlanganisweni kunye nomfundisi weba¬la letu kwakunye nokungafezi nalinye idinga lemvumelwano, amagwangqa aya- qala ayaroba, ayiteni yona impi emnyama. E Wesile abazalwana betu bambete kwalengubo. Bayeka kwemnka ititshala ebifundisa kakuhle abantwana u Mr. Henry Mayafi. Bati besotuka abantu yayimnka ititshata,; kodwa abantu bano- mfundisi webala labo akabavusi. Emveni koAo sitiwe cu ngoka Sepuru, akahlalanga nenyanga ezintatu kuba abantwana bebe citakele, ngoku sitiwe cu ngumfundisi. Lomzi ngumzi obantwana baninzi kune¬ne akuko zikolo nezikoyo azikatalelwa. Side siti yiyo nalento iramente zingena- kucuma. Kwade kwati nase Rabe ukuze kubeko isikolo kwafika amadodana ase Telegraph Office asebenza ngapaudle kwe- nkutazo kwada kwatsitsa. Namhlake si- yabika ukuba izikolo zabamnyama e Da- yimani zirni nganilenzana mnye, ezisezi- wile zilele pantsi ngencum