Title
eng Iveki. (IMVO_1885-07-15_i015)
Found in Newspaper
Article Type
xho News Bulletin
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-07-15
Identifier
eng IMVO_1885-07-15_i015
Word Count
eng 342
Print Page
eng IMVO_1885-07-15_p002
Page Spread
eng 2.1
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 1
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
WR. A. W. COLE, Q.C., ubuye wamise- ekubeni yi jaji encedayo kade kube yi 11 July lo. UMR. PERCY NIGHTINGALE, C.C., R.M., walapa, utunyelvve e CoJesberg ngu Ru- mente ukuba aye kucedulula umcimbi ka Mr Walmart ongumsila kwi ofisi yalomzi.kufike isifo esisulelayo esizanayo nengqa- kaqa iti yi kolera esigqiba abantu e Spain kwabamhlope ngoku. Ezocingo zornhla ziti ka 8,9000 abegula besekufe Igqweta elingu Van Heerdeen lasa Rafu UMxosa wafa nge Cawa engapaya konyaka omnye; ababantu bebeye kuba.IDODANA engu Charter, ebibala kwi Banki enkuh' yaee Kapa, isentanjeni ngoku- ba imali zamapepa ze Banki leyo. ISTORA sika Van Hoesslin e Du Toits Pau kwele Dayimani sitshe nqu ngumlilo. Une- temba loncedo kumabandla atile eliku £2000. IMIKOSI yamavalanti ebikwela Bahlambeli igoduka ngaminye. Ngaleveki kugoduke eya eDayiman i.INGQAKAQA iseninzi e Burghersdorp. Inge- ze ngoku ukumagwangqwa. Pakati kwaba- ba zintombi ezimbini zika Rev. Mr. Mamb BAPANGWE ngama Xosa igwangqa elingu Mr Carter iggili eline fama pezu kwe Nciba nga- Komani. Umhlambi webonkwe oka obewalusiwe li Bastile, upangwe nga- doda amane, kwati naxa besekaputunywa kwafunyanwa isiqingata sawo kodwa. IKENDLE elintsundu e Bayi libete iqaka- elisebenzana nemcimbi yomzi abati ubenesikweleti salo sesheleni ezine ekungazwanga ukuyirola waselehla, ongumntwana (igqudu) watsho zathi zakuma etanjeni. wanyakaza umfo wanamhla. imvula ine nge Cawa kulamacala angase lwandle yega- mangaliso. Nangasa Ngqushwa ibiva- veli ibe ngumkumezelo onganya- ukweleliswe into enku- lu kaloliwe ngase Mtonjeni. kubanjwe umfana ovale ngelitye kwakwindlela ka opete imikosi e Yepu- ta ute ukusinga e England. VERNER, i Ruluneli yase akupulapnla amadoda kwa AdamKok ukuba elo libandakanywe ne pepa lase Stellallang kwela Bahlambeli lise entlanganisweni yabo elo labo lidityaniswe ne ipepa liti akumashumi oma- ne kwintolongo yeso sixeko. okuba amalahle asand' uku- siwa e Cala, e Batenjini. U Mr. Saner ucele onke ama- benzisa kuka Mr. King aba- se Ngqamakwe, abenza ukuba ba- yakuunqunyanyiswa kwake emse- nzini akucikidwa komcimbi wake kwe njiwenjalo. U Mr. De Wet urela ute maninzi angabangU Mr. Saner ucele onke ama- benzisa kuka Mr. King aba- se Ngqamakwe, abenza ukuba ba- yakuunqunyanyiswa kwake emse- nzini akucikidwa komcimbi wake kwe njiwenjalo. U Mr. De Wet urela ute maninzi angabanga