Title
eng Ilizwi E Dayimani. (IMVO_1885-07-15_i025)
Found in Newspaper
Article Type
xho Letter
Author of Article
eng Malibenje
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-07-15
Identifier
eng IMVO_1885-07-15_i025
Word Count
eng 165
Print Page
eng IMVO_1885-07-15_p002
Page Spread
eng 2.5-3.1
Start Page of Article
eng 2
End Page of Article
eng 3
Print Column
eng 5
eng 1
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
Kimberley, 16 June 1885 NkOSI YAM EBEKEKILEYO,—Mhleli we- pepa lamakowetu, ndive nditanda uku- nga ndingaba nazwana ndingaposa lona entetweni yomzalwana wam u Ngqungqumbana. Ngqungqumbana uliciko' Inteto yako lyabukeka ezindleben; imbi entliziyweni yamadoda atile. ' kubi ukufihla mfondini upete ukubusa nokutakata, ngokuba nguwe owenze u abe ngupokopalala, wena nisuke namtiya, kanti lento isidenge sityelwa kowaso; ngokuba wena umhlukumeze wapumelelaa ngo Mr. Tyaniza wakubona esimata, wawufunake wadla ubona isimatana ngakuba sitatamba elide emfundweni. naknba nide nazila nendln ka ngenxa yokutiya umfundisi wayo ngokaka-kampetu. nangomhlolela ngumfo wakowenu u Tyamzaezweni. Nanifuna imbeko ngaye. uti akuba ekwelela, wena Ngqungqumbana umbeke amabala esinqeni; kwa wetu. Dauyitabate kaloku Maninzi amalunga afana nawe ngqungqumbana, akukova ukona aqale into eyoti ilulomalalise uluntu, nguwe umpembi nkohlakalo, ngobuninzi babantu abakubonanga wafuna isitya esikulu ngomzala wake u Tyamzashe. Ngena usele ingalunga ipakwa nguwe, ngoku u Tyamzashe enyabile, usasele umntu undwebe kuqala. Myeke uTyamzashe uye kwezinye iziyata. kwatshangana apo wena silumko kuya. iyaxoka nokuti ukokumtandazela. ewe, ngokuxaka kodwa ungaba uyakamnandi, woba ntsuku ndipantse ukuhabela, camagu yomfo ka Jabavu, asindim lulibele. Ndim owako MALIBENJE.