Title
eng Kufunwa. (IMVO_1885-07-15_i051)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
xho Announcement
Author of Article
eng Wright, R.W.
SubType of Article
eng Job Opportunities
Language
Locations Mentioned
eng Blackwood, Queenstown
Newspaper Code
eng IMVO_1885-07-15
Identifier
eng IMVO_1885-07-15_i051
Word Count
eng 24
Print Page
eng IMVO_1885-07-15_p004
Page Spread
eng 4.3
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 3
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
MNTU omnyama onomfazi okwaziyo ukulima isitiya. Ukuba umfazi uyakwazi ukusizila naye wofumana imali. Owufunayo umsebenzi lowo makabalele axele nomvuzo ku R. W. WRIGHT, Engineer. Blackwood, Queenstown.