Title
eng Pos' Iso Apa Bo ! E. J. Boxall (IMVO_1885-07-15_i055)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Boxall, E.J.
Language
Locations Mentioned
eng 22 Smith Street, Qonce
Newspaper Code
eng IMVO_1885-07-15
Identifier
eng IMVO_1885-07-15_i055
Word Count
eng 37
Print Page
eng IMVO_1885-07-15_p004
Page Spread
eng 4.4
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 4
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
Umsiki wentlobo zonke ezifunwayo zengubo, No. 22, SMITH STREET, E - QONCE Uhlala enento eninzi yezitofu ezifanelekileyo neziluhlaza apa bo. Ingubo zomtshato zenziwa ngokokufuna, komntu kwisituba se yure ezilishunii, Uhlobo ezenziwa ngalo nokufaneleka kwazo akunakugxekwa bani. Paula—Intsebenzo yonke iqutywa ndlwini 'nye.