Title
eng
Umanyano Nge Mfundo. (ISIG_1885-10-01_i024)
Found in Newspaper
Article Type
xho
Organization
Author of Article
eng
Sakuba, Benjamin
productionCompany
eng
Umanyano Nge Mfundo (Native Educational Association)
Language
Locations Mentioned
eng
Perksdale
Newspaper Code
eng
ISIG_1885-10-01
Identifier
eng
ISIG_1885-10-01_i024
Word Count
eng
31
Print Page
eng
ISIG_1885-10-01_p008
Page Spread
eng
8.2
Start Page of Article
eng
8
Print Column
eng
2
Coder
eng
Siphenkosi Hlangu
BAYACELWA bonke abanengxoxo abafuna bezingenisile e Ngqushwa, namapepa abakuwalesa, ukuba bazitumele ngo October lo, ukuze ndibe nako ukuzifaka esazisweni se Ntlanganiso ngo December. Benjenje ukundibalela :—
BENJAMIN SAKUBA, Secretary, Perksdale,
POST OFFICE, IQIBIRA