Title
eng Iveki (IMVO_1885-08-19_i009)
Found in Newspaper
Article Type
xho News Bulletin
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-08-19
Identifier
eng IMVO_1885-08-19_i009
Word Count
eng 695
Print Page
eng IMVO_1885-08-19_p002
Page Spread
eng 2.1-2.2
Start Page of Article
eng 2
End Page of Article
eng 2
Print Column
eng 1
eng 2
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
AMANGESI na Mabulu ela-Bahlambeli a- kncasile ukubandakanywa nekoloni bafuna ukuba pantsi ko Mntan Omhle, INENE eliugu G. M. Emeadeslase (Tsuriui) Oudtshoorn lisetyaleni le £209,000. OBALELA ese Cala k 'ipepa lase Dodoloro uti onke amapolisa omandla wase Ngcobo ahlanganiselwe Eugcobo ekaya kuba kusi tiwa kuko idabi elizakubako pakaci kwaba Tembu na Mamfengu. IGWANGQA lase Palmerston, Emampo. ndweni, abati ngu Radland libalele e-Bayi, atumela amatyana awati Amangesi zida- yimani. k U-J. REED, igwangqa esabika ukuba ladu- bula umntu e Barkly Pass kwelipezulu lipulapulwe ityala lalo e-Cala ngo Meja (Major Elliott, C.M.G.), Mr. C. J. Levey, ^.M., no Mr. T. R. Merriman, R,M., wagwe- tyelwa ukuba uhlaule £50 okanye unyaka etolongweni. Uyihlaule imali ngoku use- benza efameui yake ese Lamunfontein kumandla wase Dodoloro. INCWADI ezihlalele ukungeniswa kwi Ilt'o .esingenasituba sazo zezi : Dukekabeni P.S.K., M. Kinass, T. odinyaniso, P. Sepam. la, T. Mazam sa, Pumegusheni Waseluhla- ngeni, Ngquugqumbaua, W. N. Somngesi, Z S.L., Ngonyama, N. G. N. Wella, Tanda Inene, Umhambi, Utnkoloni, Report N.E.A, Duncan Makohliso, William Mama, D.M., Simon Bobi, J. A. Smith, X.Z., Ixaxadu, Sol. S. Mwahla, D. Balube, Nyatelo Nzaba Ranza Mwelase, J.M., J J. Mlandu nezinye. EZINCWADI aziuakunganiswa: ' C. C. Brothers ' (Kwadaliwe), uzamana nesimilo somntu. Kwanawe Nzaba Ranza Mwelase ' Sigonyela Mashiyi ' Ababandakanyiweyo. Lenteto asiludaba Iwaluto; sisaziso. Ka- ngela ke kwibala lezaziso amaxabiso. NGE Cawa edlulileyo kuneimvula ezinkulu e Natal. Ukubalela kupelile kwelo. NGENXA yeliqwa eliwo ngeziveki zidluli- leyo uloliwe ukabanga nakugqitywa e Alvani ukuze alungele ukuvulwa ngo 19 August njengokuba bekwazisiwe. Kuqini- sekiie ngoku ukuba wovulwa ngo 2 September, INGQAKAQA ayikapeli kanye ngako Maqo- boqobo. IMBANGI yokutsha kwesitora sika Mr. Ellis e Monti ibifunwa yimantyi ngokwesiko. Ifumeue ukuba sitshiswe ngaborn ngumntu or ngabantu abangaziwayo. Abanezik-.velit kwi-<; Mvo ' maba- zihlaule kwangoku ukuze kupele inkatazo namaxhala. Abonganyelwe nga Magosa kuvulelekile ukuba bahlaule kuwo, xa batandayo bayi- tumele ngokwabo apa e Qonce. Imali itunyeiwa ngamapepa ase Post Ofisi. IMIKOSI yama Indiya yongezelelwe ngama- doda a 22,750. IMIFANEKISO yo Sir Thomas Scanlen, no Mr. Merriuiau, no Mr. Sauer, no Mr. J. B. Currey,, itsbiswe a Beaconsfield ngolwesi- Tatu Iweveki edlulileyo. Imbangi kukuba bebecase o-Palamente umteto wokuqiniselwa kwabautu balomzi kwiziqwenga zomhlaba abaziqeshe kubanini fam aba Pesheya omi kuyo umzi lowo. INDABA e'zingokugula kuka Mr. Jonathan Ayliff zisezczokuba usabekisela empilweni. U-REV. W. IMPEY wase Monti kuvakala ukuba wazise u-Bishop namagosa eramente yake (S. John's) ukuba uyayishiya lo re- men te. Imbangi ayikavakali. IMVULA ezimnandi zike zana e-Nyara ngaleveki igqitileyo. IKEPU liwe kanobom kwela Ba-Tembu. Obala ese Cala uti ngati unyaka wobamhle. Uncoma indlala. U MR. C. DYER uwele nentsapo yake ngale relu idluleyo ngenxa yokungapili. Impahla pendlu yake iyatengisa. KUBANJISWE itole lo mnenga e-Bayi igolwesi Ne Iweveki edlulileyo. Unina ike wabaxhesha abazingeli wabuya waba peka. E-KOMANI kufunyenwe ngenye imini sidutnbu sosana lomntu omnyama estrateni, ibulewe yingqele. KUKO neliuye ikuli elibanjwe e Natal igokubulawa kwe station-master yase Mbilo. INTSIMBI ahamba pezu kwazo uloliwe jeziqalile ukubekwa e Dayimani ekaya. LOMDLALO mkuln webola ekatywayo ubuse Rini ngeziveki uvenwe li Kapa. E HANOVER, kwelipezulu kutshe ngaleveki igqitileyo istora sika Evans & Co. Siqini- jelwe knmabandla ancedisa kwindleko zo- ulilo nge £4,500. XEKWAKO urnntu ontsundu ohliwe yingqa- ja e Mtata. U' ekwe bucala, ngoku usingise- a ekupileni. E MTATA ukudla kuya kunyuka ngo 3 Lugust, kwakuhamba kwi 20s. to 22s. 6d. igenxowa. INQANAWA (Melrose) efike e Natal ivela j Quilimane kwelilunge no mpakati ve Africa ize nezokuba bekuko indaba apo ;okuba kuliwe kwela Bangoni basemacibini I Nyassa kwezondawo zinamadodana awa- uka e Dikeni, abafundisi bebebiyela imizi rabo. AMABULU kuvakala ukuba ayazitshonisa azipokwelakwa-Zulu. I PALAMENTE ivalwe ngolwesi-Hlanu Iwe. veki epelileyo. KUFIKE udaba lokuba kubulewe amawaka alikulu aba Kristu e Tonkwin kwela Ma- tshayina. Amagosa e ' Mvo ' mawa zitumele inkozwana aselezibutile, azikaulezele aric ekazibuti. I RULUNELI yase Natal kutiwa izakuya- kuba yi Rulumeli yase Kiperusi (Cyprus) ngakwelo Jalilela Mayuda. SELESAMNKELWA e Dayimani amapolisa ela Bahlambeli. IMPAHLA yakwa Rulumeni yemfazwe iya- kutengiswa e Vryburg ngo 3 September. U GEN. JOUBERT wase Transvaal wenziwe umpatiswa wemicimbi yabantsundu welozwe la Mabulu. INYATI embuna itengwe e-Bayi ngeveki egqitileyo. Yinkunzana, umniniyo uzakuyi weza ulwandle. KUSANDUKUFUNYANWA ' idayimani ezi mbini ezinkulu e-Beaeonsfield ezibunzitna bukwi carat ezi 150, ne 107. U REV. MR. HUEGH wase Humansdorp ufe ngebhaqo ngeveki egqitileyo. NGENYANGA ka July kupela siva ukuba bafikelele ku 187 abantu abangene kwinto- longo yase Monti. Indleko abayenzileyo iflke ku £15 12/11. IGWANGQA abati ngu Cox lase Tinara libulele umfazi walo. Lixego eli 76 itnin- yaka. U SIR A. HAVELOCK umiselwe ebu Rulunelini base Natal. IPELE kanye ingqakaqa e Bekesdorp.