Title
eng Ezababaleli. (umbiko.) (IMVO_1885-08-19_i015)
Found in Newspaper
Article Type
xho Letter
Author of Article
eng Mekeni, Qeneyi H.
Language
Locations Mentioned
eng Komgha
Date
7 July 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-08-19
Identifier
eng IMVO_1885-08-19_i015
Word Count
eng 117
Print Page
eng IMVO_1885-08-19_p002
Page Spread
eng 2.4
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 4
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
NKOSI MHLELI,—Ndincede undifakele lamazwi. Siyazibikela izihlobo zetu zonke e Zagwityi Uaozifuto Pikwa usishi- ye nge 4th July 1885, wangewatywa nee 5th July 1885. Ute ilizwi lokupela: yena uyagoduka. maze kuxelelwe abangekovo ukuba batandaze kunqabile ukungena umntu ezulwmi ongatandaziyo, itshilo lentokazi yase Alajwareni vanduluka ngoxolo olikulu. Siyanibikela Majwara nam Makuboni, kuba lentokazi ibizalwa yintombi ka Ngwanja Lentokazi panbi kwengqakaqa yama Ntinde ibisesikolweni sikamfi u Rev. J. Brownlee wayishiya indoda ebimtanda naye eyitanda akuziva ukuba uyibile indoda yomhlobo wake (kuba ebengowesibini umfazi). Watike akuguquka waxe!a endodeni yake u Alekeni ukuba makagodukele endlwini yake yo- mnkake wokuqala, yenjenjalo okunene ke indoda leyo. Kwaba namhla yonwa- bile lontokazi u Mamjwara. Senjenjalo isandla se Nkosi; mayiclunyiswe Inkosi! QEBEYI H. MEKENI. Komgha, 7 July 1885.