Title
eng Colesberg. (IMVO_1885-08-19_i022)
Found in Newspaper
Article Type
xho Officials
Language
Date
7 August 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-08-19
Identifier
eng IMVO_1885-08-19_i022
Word Count
eng 114
Print Page
eng IMVO_1885-08-19_p003
Page Spread
eng 3.2-3.3
Start Page of Article
eng 3
End Page of Article
eng 3
Print Column
eng 2
eng 3
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
[IVELA KUMBALELI WETU.] 7 August, 1885. Indlala ifuna ukungati iti tyi ngoku kulomzi—kunjalonje mu umsebenzi pakati komzi. Ungafika ngoKu abantu abasemva ngemali yezindlu, bebanjwa basiwe entolongweni inyanga. Lento imbi yokufakwa entolongweni swabantu, kuba abenzi ngabom baswele umsebenzi, ngapambili bebebatala ka¬kuhle. Enye indoda ite ipuma yaba ibuyela kwakona. Ngenye imini sati sihlele esedlweni sa- kusasa seva umntu ebeta emnyango, ka^uvula, kanti ngumfazazana welau. Uvakele esiti ngelizwi lompanga : Waar om es teacher gevang worde ? Ute ope- nduleyo asiyazi tina lonto. Kute kusenjalo ubanjwa ngenxa yamatyala emali yabantu angababataliyo imali yabo. Lomfo, yititshala yamalau, yase Dutch Reformed Church. Singa elilishwa li- ngebuye limhlele umnini lo. Kodwa siva ukuba usese zandleni zamagqweta, ngenxa yamatyala lawo. LumnKani zititshala ningahlazisi ama¬gama enu nawoyihlo.