Title
eng
Ofunwayo. (IMVO_1885-09-09_i014)
Found in Newspaper
Article Type
xho
Announcement
xho
Letter
Author of Article
eng
Mbaqa, Martha
SubType of Article
eng
Missing Person
Language
Locations Mentioned
eng
Kwa Bidli, King Williams Town
Newspaper Code
eng
IMVO_1885-09-09
Identifier
eng
IMVO_1885-09-09_i014
Word Count
eng
43
Print Page
eng
IMVO_1885-09-09_p002
Page Spread
eng
2.1
Start Page of Article
eng
2
Print Column
eng
1
Coder
eng
Siphenkosi Hlangu
UMFANA omde, wemnka nemikosi nge- xesha lika Ngcayecibi. Samgqibela ese Ligwa, kwele Dayiman, Iminyaka mitatu singaseva nto ngaye. Igama : ngu JOSI MBAQA, elesingesi ngu JOSEPH. Ondilandisayo makatumele kwi-Mvo-Zabantsundu, e King William's Town. Ndingu- nina womfana lowo.
MARTHA MBAQA. Kwa Bidli, King William's Town.