Title
eng Ezababaleli. (igama Eliposisekileyo.) (IMVO_1885-09-09_i024)
Found in Newspaper
Article Type
xho Letter
Language
Locations Mentioned
eng Tyinira
Date
24 August 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-09-09
Identifier
eng IMVO_1885-09-09_i024
Word Count
eng 127
Print Page
eng IMVO_1885-09-09_p003
Page Spread
eng 3.1
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 1
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
NKOSI YAM,—Mhleli obekekileyo weli —pepa lenvo zetu. Ndiya kukunga, roti lombokazi ukuba undivele ngokundifa- kela lento kuma nene adumileyo, abeke- kileyo, angcamango zendeleyo, ukuba andipicotele lenvo yam. Manene ziko intlanga ngentlanga ezibizwa ngamagama obuhlanga bazo kufaneleke, kubeko umdilili, kodwa kuti kusakufikwa kwe- ligama 'Mfengu' lindiyobe: ewe sela- ndile njengokungati ligama letu lenvela kanti hai. Kutenina ukuba kutiwe Singamanfengu ? Ukususela njengoko soloko sabapantsi kuka Rulumeni; andi- boni mna ukuba kutiwe singama Nfengu akufanelekile eloxesha ledlula ebesilu- ngelwe lelogama kuba okunene sasi cita- kele sikonza; kodwa kwezimini alisifanele silusapo Iuka ' Rulumeni.' Sizalwa ngu Rulumeni emasibizwe ngegama Iwenvelo yetu kutiwe singa Bambo kuti ukuba akutshiwo kutiwe singa Mazulu, kuba singa sakonzi ndincamiseni ngomboniso wokulunga kwe ligama ' Nfengu.' Manditshonele mna, NYATE TOZABA RANZA MWELASE. Tyinira, August 24, 1885.