Title
eng Isonka! Isonka! (IMVO_1885-09-09_i045)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Mcgregor
SubType of Article
eng Food
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-09-09
Identifier
eng IMVO_1885-09-09_i045
Word Count
eng 33
Print Page
eng IMVO_1885-09-09_p004
Page Spread
eng 4.3
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 3
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
Mr. McGREGOR, Nase Waterfall, kwa ADAM KOK, KOKSTAD, WAZISA umzi ukuba Unento enintshi Yombona, Nama- zimba, ayitengisayo ngamaxabiso alingeneyo. Abantsundu abafuna ukutenga bangakufumana ukudla kutule tizolo kwisitola sika Mr. MCKAY, e Tshungwana (Mount Frere). Wanana Inkomo Ngokudla.