Title
eng Ofunwayo. (IMVO_1885-09-16_i013)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
xho Letter
Author of Article
eng Mbaqa, Martha
SubType of Article
eng Missing Person
Language
Locations Mentioned
eng Kwa Bidli, King Williams Town
Newspaper Code
eng IMVO_1885-09-16
Identifier
eng IMVO_1885-09-16_i013
Word Count
eng 43
Print Page
eng IMVO_1885-09-16_p002
Page Spread
eng 2.1
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 1
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
UMFANA omde, wemnka nemikosi nge- xesha lika Ngcayecibi. Samgqibela ese Ligwa, kwele Dayiman, Iminyaka mitatu singaseva nto ngaye. Igama : ngu JOSI MBAQA, elesingesi ngu JOSEPH. Ondilandisayo makatumele kwi-Mvo-Zabantsundu, e King William's Town. Ndingu- nina womfana lowo. MARTHA MBAQA. Kwa Bidli, King William's Town.