Title
eng Rheumaticuro (IMVO_1885-10-28_i024)
Found in Newspaper
Author of Article
eng Jones, James
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-10-28
Identifier
eng IMVO_1885-10-28_i024
Word Count
eng 161
Print Page
eng IMVO_1885-10-28_p004
Page Spread
eng 4.1
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 1
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
Yeza Likulu leli lizwe lengqaqambo zamatambo nento ezinjalo. Alikazanga lingancedi. Likwaluncedo olukulu kukutyatyamba Komzimba licisine, Nakwintloko, Nakwezinye. Benjenje ukulincoma ubake balilinga :— 'Uti omnye zipele ingqaqambo (ekubeni besendinenyanga ndiqaqanjelwa) emva kweyure ezine ndiqalile ukulisela, ndapumla kamnandi ebusuku, into ebendineveki ndingasayazi, ngoku ndipilile.' Wenjenje wumbi:—' Eliyeza lindipilise lingumangaliso. Bendibulawa sisinqe inyanga ezintandatu kangangokuba bekukube yinqaba ukuma ukuba ndike nda??Bendingasena kutoba kuba bendiye ndibuye ndipakane. Ibotile enye ??se kanye.' omnye uti:—' Benditwele ubuhlungu obukulu ngenxa yokuqaqanjelwa yintloko iminyaka mibini ndada ndalinga i Rheuma ndivuyiswa kuba ibotile ezine zindi-?de kanye.' ' Ndingarola,' utsho otnnye, ' iponti ntlanu ngebotile. Ngolwesi-Tatu olugqitileyo ndite ndakumtatela ibotile yokuqala umakazi wam, wabengana kupakama ekoyeni kwawo, enjalo inyanga; ngalo Mgqibelo wapakama esitulweni.' omnye: Lindenzele kanye lonto lite liyakundenzela, uku ndipilisa ekutyapeni kwamatambo. Liyeza angaswela amazwi okulincoma umntu, alisiyiyo inko-?? njengamanye.' kwenye inteto: 'Wonke endimaziyo lakabe nalo, isebenzileyo, andikeva mntu lingamncedanga. Ukuvakalisi imvo zabantu gqiba lonke ipepa. Eliyeza linoku yalezwa indlu zamayeza, nevenkile, otandayo ungalifumana kumninilo ngokutumela 6d. ngebotile, ongu JAMES JONES, 46 LONG STREET, CAPE TOWN.