Title
eng Ndalahlekelwa. (IMVO_1885-10-28_i036)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
xho Letter
Author of Article
eng Mcinga, John
SubType of Article
eng Missing Person
Language
Locations Mentioned
eng Dordrecht
Date
25 September 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-10-28
Identifier
eng IMVO_1885-10-28_i036
Word Count
eng 63
Print Page
eng IMVO_1885-10-28_p004
Page Spread
eng 4.3
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 3
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
INKOSI bonisani umfana ogama lingu, PETER DAMAN waye gwetywe yijaji wanikwa iminya emihlanu 5 years ngoku seleneminyaka esixenxe engeko. Apo waye siwe kona kusesi qitini abati yi Robben Island. Soloko wemkayo andiva nofifi olu ngaye ngumfo ontsundwana olirwanqa wemka apa eminyaka ema 25 une- ngqiti kwiminwe yase kohlo ku cikicane, ulinxele ofuna ukundilandisa wobhalela kwi ofisi ye Mvo Zabantsundu, E-Qonce JOHN MCINGA. Dordrecht, September 25, 1885.