Title
eng Ndala Hlekelwa. (IMVO_1885-11-04_i006)
Found in Newspaper
Article Type
xho Announcement
xho Letter
Author of Article
eng Mcinga, John
Language
Locations Mentioned
eng Dordrecht
Date
25 September 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-11-04
Identifier
eng IMVO_1885-11-04_i006
Word Count
eng 62
Print Page
eng IMVO_1885-11-04_p002
Page Spread
eng 2.1
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 1
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
INKOSI bonisani umfana ogama lingu, PETER DAMAN waye gwetywe yijaji wanikwa iminya emihlanu 5 years ngoku seleneminyaka esixenxe engeko. Apo waye siwe kona kusesi qitini abati yi Robben Island. Soloko wemkayo andiva nofifi olu ngaye ngumfo ontsundwana olirwanqa wemka apa eminyaka ema 25 unengqiti kwiminwe yase kohlo ku cikicane, ulinxele ofuna ukundilandisa wobhalela kwi ofisi ve Mvo Zabantsundu, E-Qonce. JOHN MCINGA. Dordrecht, September 25, 1885.