Title
eng Abalimi Na Barwebi. (IMVO_1885-11-04_i018)
Found in Newspaper
Article Type
xho Farmers And Traders
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-11-04
Identifier
eng IMVO_1885-11-04_i018
Word Count
eng 159
Print Page
eng IMVO_1885-11-04_p003
Page Spread
eng 3.2
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 2
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
NOVEMBER. Amangesi ati lenyanga idla ngokuba yeyemvula, izipango, kuti kuba kukolisa ngokuba shushu zikauleze ukukula izityalo. —Ihabile isenokuhlwayelwa ngeziveki zokuqala zalenyanga, kumhlaba kodwa onamanzi, kuba xa ungemhlaba unjalo ibehle idubule ingakulanga kuyapi ingabinakuvuneka. Umbona nembotyi, ezonto zisenokuhlwayelwa. Seligqitile ixa lamatanga. E-MARKENI E-KOMANI (November 2). Ibotolo, 9d to 1/9 ngeponti Amaqanda, l0d to 1/6 ngedazini Amazimba, 23/ to 26/ ngenxowa Umbona, 23/ to 26/ ngenxowa Irasi, 11/6 to 17/ ngenxowa Ihabile, 4/3 to 6/ ngekulu Ibran, 7/6 to 8/6 ngenxowa Ttapile, 7/ to 11/ ngenxowa Umgubo, 14/6 to 17/ ngekulu Inkuni, 20/ to 40/ ngeflara E ALVANI (October 30). Itapile, 15/ to 17/6 ngenxowa Ibotolo, 2/ to 4/ ngeponti Inkuni, 15/ to 60/ ngeflara Amaqanda, 1/ to 1/3 ngedazini Ihabile, 8/ to 10/ ngekulu Irasi, 12/ to 15/ ngenxowa Umgubo, 25/ to 27/6 ngenxowa Ibran, 5/ to 10/ ngenxowa E.QONCE. Itapile, 2/ to 4/3 ngekulu Ihabile, 1/4 to 4/1 ngekulu Umbona, 12/10 to 14/1 ngekulu Imbotyi, 18/ to 20/ ngekulu Irasi, 4/2 ngenxowa Ibotolo, l1d to 1/8 ngeponti