Title
eng Ezababaleli. (impato Egadalala) (IMVO_1885-11-11_i018)
Found in Newspaper
Article Type
xho Letter
Author of Article
eng Reauchamp, R.
Language
Locations Mentioned
eng Etembeni, Umzimkulu
Date
13 October 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-11-11
Identifier
eng IMVO_1885-11-11_i018
Word Count
eng 78
Print Page
eng IMVO_1885-11-11_p002
Page Spread
eng 2.5
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 5
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
Etembeni 13 Oct. 1885. Kuko nto singayigqaliyo ukurafela izi- nja. Imali yokumangala iyi £1 mhlau- mbi ibe yi £1 10s, kubonakala ukuba tina luhlanga siyacitakala ngoku ba siya- kala ngokuti upi u Rulumente wetu. Ungandinceda na mfo undifakele oku: Siyahiliza singamahilihili Kuti kwatiwa bhekisani imilenze Pezulu siyibhekise intloko ezantsi Sibhekise kunjalo luhlangalwakowetu Impato elukuni. —Ukuba umntu uyase- benza apa mhla upumayo uyabanjwa ufa- kwe entolongweni, ngokuba kwatiwa se- benza inyanga 12, ngenyanga 10s. Nantso ke impato egadalala. Ndim R. BEAUCHAMP.