Title
eng Kulahleke Okanye Kubiwe. (IMVO_1885-11-11_i033)
Found in Newspaper
Article Type
xho Letter
Author of Article
eng Malonga, John
Language
Locations Mentioned
eng Cape Police, Fort Beaufort
Date
23 October 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-11-11
Identifier
eng IMVO_1885-11-11_i033
Word Count
eng 46
Print Page
eng IMVO_1885-11-11_p004
Page Spread
eng 4.2
Start Page of Article
eng 4
Print Column
eng 2
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
KUMZI wamapolisa e Bofolo, ngati kungo 10 October, INKABI YE. HASHE emnyama, elimsila ushunquliweyo, lide ngokulingeneyo, lidala. KWANE NKABI yehashe egwangqa; enekolo; imilenze imhlope ino P umtshiso kwinyonga yokunene, lide, iminyaka mi- hlanu. Owafumenayo nongandilandisayo wovu- zwa. Umkondb mautunyelwe ku JOHN MALONGA, Cape Police, Fort Beaufort. 23 Oct. 1885.