Title
eng E Lusutu (IMVO_1885-12-02_i017)
Found in Newspaper
Article Type
xho Officials
Language
Locations Mentioned
eng Morija
Date
26 November 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-12-02
Identifier
eng IMVO_1885-12-02_i017
Word Count
eng 129
Print Page
eng IMVO_1885-12-02_p002
Page Spread
eng 2.3
Start Page of Article
eng 2
Print Column
eng 3
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
[NGUMBHATELI ONGU MSUTU]. Morija, 26th November, 1885. Asi kuko nokubasi danile xa siva kuti- wa ibuyele emva i Ruluneli besinovuyo ngokuhambela kwake kweli lakuti. Noko sinetemba ngokuhlangana kwake no Col. Clarke e Bloemfontein. Siyatemba ukuba ba xoxile, ngezase Lusutu. Siya lincoina elipepa le Mvo Zabantsu- ndu ngokumana 11 salatisa futi ngoku hambisa kwabo bantu aba kungxameleyo ukutshabalala kwe zizwe zabantsundu. Siteta malunga nala inandz'amlilo siwabonayo ukuba baye bawa vulela bawa ncenceshela kwe lase Batenjini. Lutshaba kanye ababantu, i Ruluneli mayiba pose elwandleni abo bantu nje ngokuba kusi tshiwo nasezibhalweni. Maka botshelelwe nelityelokusila lowomntu osuke akubekise omnye wezjntsana ze Nkosi aze antywiliswe elwandle. Si swele amazwi okumbulela u Rev. J. D. Don ngoku buzamela kangaka ubulungisa bomteto we Nkosazana, noka Tixo {Ungabulali) ngokumane adutyulwe omnyama noko engenatyala. (Imbike ipasi ngokusuka ibu pelise ubomi bomntu!