Title
eng Ezababaleli (IMVO_1885-12-09_i021)
Found in Newspaper
Article Type
xho Letter
Author of Article
eng Vela Ndivele.
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-12-09
Identifier
eng IMVO_1885-12-09_i021
Word Count
eng 54
Print Page
eng IMVO_1885-12-09_p003
Page Spread
eng 3.2
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 2
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
BANGO LOBU 'CHAMPION.' NKOSI MHLELI wendaba, kwelingapambili kwamabini kwelipepa lako, kubonakala impi eti 'iyeyona Champion.' Kwelingapambili kwelo, kwakubonakele enye impi eyati ikwa yi Champion. Ma-bini ke amaqela azibiza ngelogama. Kum nkosi, lendawo kufuneka icacile, ngokuba iyalukuhla. Ukuba lempi ivela namhla yeyona Champion, kwakutenina ukuba ingapiki mhlamnene, kwelokuqala iqela? Besisiva, sisazi tina nge Champion enye, zingembini! Ndim VELA NDIVELE.