Title
eng Pos' Iso Apa Bo ! (IMVO_1885-12-23_i013)
Found in Newspaper
Article Type
xho Ad
Author of Article
eng Boxall, E.J.
SubType of Article
eng Clothes
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-12-23
Identifier
eng IMVO_1885-12-23_i013
Word Count
eng 41
Print Page
eng IMVO_1885-12-23_p002
Page Spread
eng 2.1-2.2
Start Page of Article
eng 2
End Page of Article
eng 2
Print Column
eng 1
eng 2
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
E. J. BOXALL, Umsiki wentlobo zonke ezifunwayo zengubo, , No. 22, SMITH STREET, E - QONCE. Uhlala enento eninzi yezitofu ezifanelekileyo neziluhlaza apa bo. Ingubo zomtshato zenziwa ngokokufuna komntu kwisituba se yure ezilishumi. Uhlobo ezenziwa ngalo nokufaneleka kwazo akunakugxekwa bani. Paula—Intsebenzo yonke iqutywa ndlwini 'nye.