Title
eng Ezababaleli. (IMVO_1885-12-23_i027)
Found in Newspaper
Article Type
xho Letter
Author of Article
eng Mqoboli, Sekeleni.
Language
Locations Mentioned
eng Etembeni, Umzimkulu
Date
7 December 1885
Newspaper Code
eng IMVO_1885-12-23
Identifier
eng IMVO_1885-12-23_i027
Word Count
eng 109
Print Page
eng IMVO_1885-12-23_p003
Page Spread
eng 3.2
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 2
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
EZASE MZIMKULU. Etembeni, Umzimkulu, 7 Dec., 1885. Kandiwazise ngento endiyibonayo apa emazantsi nomlambo (Umzimkulu) eseyike yandenza isidenge. Ndandisiti xa u Rulumente wayefika apa uzokuba sihlobo samahlwempu, nababulawayo, kanti mna ndakukangela, nditi akwaba kwakusahleli eletu ilizwe, awakowetu amakosi. Kuba awakowetu amakosi ayembulala kupela umntu xa anesonakalo, yena u Rulumente uxelisa indlala umyeka umntu angcungcuteke etolongweni, ilizwi labo 'take him in gaol &c.' angabi nakucinga ukuba lomntu esetolongweni nje ucinga ukuba azenzele ityala ku Qamata afane acite ubom bake. 2. Ndicela ukuba abamnkeli belipepa ukuba bake basivise ukuba ikonana into enjengale sinayo aya, yokuba iti indoda yakilya e ofisini iteta ngento, kusuke ukupendulwa kwayo kutiwe 'engwevini' suk' apa lenkwenkwe. Kwoku, ukubambi kwalonto. Singabaxasi bepepa SEKELENI, MQOBOLI.