Title
eng Ibala Le Krikiti. (IMVO_1885-12-30_i020)
Found in Newspaper
Article Type
xho Sports Report
Language
Newspaper Code
eng IMVO_1885-12-30
Identifier
eng IMVO_1885-12-30_i020
Word Count
eng 411
Print Page
eng IMVO_1885-12-30_p003
Page Spread
eng 3.1
Start Page of Article
eng 3
Print Column
eng 1
Coder
eng Siphenkosi Hlangu
Ngemhla wamashumi omabini anesita- .ndatu (26) kulenyanga kwaqubisana ama- bandla e ' Champion ' ne ' Try Again ' iase Qonce apa. Yangena matanci impi ye Try Again, yenza inani elifanelekileyo ngokucokisa ukudlala. Kwadlala into ka Fisher i Captain, ngohlobo olungena- kutandatyuzwa—yawomeleza umhlambi wayW Yangena impi ye Champion ya- dlalainto encomekayo kanye, tina babo- tneli asizange silibone elikaba lidlala ka- kuhle kangaka; kwada kwadlala umfo ka Seti ongaqiwulwanga mbilini nakukula- ndelelana okubi kokupuma kwempi ya- kowabo, wema emi wada wati gingci ina¬ni elibukekayo. Emva kwe Luncheon abuye angena amanene e Try Again, ayi- gqwakaza kaloku ngokuyiqela yawuha- mbahamba umhlaba, apuma enze kwa inani elifanelekileye. YapindaeyeCham-